Ekhaya - Iincwadi - Eqhutywa Ngunaphakade
Ubomi emhlabeni bungumphunga, kanti isininzi sethu siphila ingathi akhonto kwelinye icala. Kodwa indlela esiphila ngayo obubomi izakumisela ukuba simphila njani unaphakade. Isibhalo sisixelela ukuba kuzakubakho indidi ngendidi zezibuyiselo zamakholwa-zisukela ekubukeleni yonke into umntu ayifezekisileyo iqwengwa kwisigwebo, uyokutsho ekulawuleni noKristu ubuqu Bakhe.
Ekuthatheni kwimigaqo ku 2 KwabaseKorinte 5:9-11, uJohn Bevere isukhumbuza ukuba wonke amakholwa azakuma phambi kaKristu kwenzele bafumane abakuzuza ebomini. Isininzi sethu sizakothuka xa siva ukuba ixesha elininzi lethu silichithe kwizinto ezingabaliyo kwinzuzo zanaphakade.
Singabuphuhlisa njani ubomi obubalulekileyo? Ku Eqhutywa Ngunaphakade, uya kufunda ukufumana ubizo lwakho kwaye wandise loo nto uThixo akunike yona. Xa ufumana umbono onaphakade uzakuxhotyiswa ukuba usebenzele izinto ezihlalayo.
Yabelana ku